Daniyeli 4:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Mikhulu ibe inamandla imimangaliso yakhe! Ubukumkani* bakhe bubukumkani obuhlala ngonaphakade, ibe ulawula izizukulwana ngezizukulwana.+
3 Mikhulu ibe inamandla imimangaliso yakhe! Ubukumkani* bakhe bubukumkani obuhlala ngonaphakade, ibe ulawula izizukulwana ngezizukulwana.+