Daniyeli 4:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Wakhwaza ngamandla wathi: “Wugawuleni loo mthi,+ niwanqumle amasebe awo. Wavuthululeni amagqabi awo, nizichithachithe zithi saa neziqhamo zawo! Mawabaleke amarhamncwa phantsi kwawo, zimke neentaka emasebeni awo. Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:14 “Sonke ISibhalo”, iphe. 140
14 Wakhwaza ngamandla wathi: “Wugawuleni loo mthi,+ niwanqumle amasebe awo. Wavuthululeni amagqabi awo, nizichithachithe zithi saa neziqhamo zawo! Mawabaleke amarhamncwa phantsi kwawo, zimke neentaka emasebeni awo.