Daniyeli 4:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Naso ke isigqibo sikanogada,*+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli wobukumkani* babantu+ ibe ubunika lowo athanda ukumnika yaye umisela phezu kwabo noyena mntu uphantsi ebantwini.” Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:17 IMboniselo,10/1/2014, iphe. 11 10/15/2005, iphe. 27 “Sonke ISibhalo”, iphe. 140
17 Naso ke isigqibo sikanogada,*+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli wobukumkani* babantu+ ibe ubunika lowo athanda ukumnika yaye umisela phezu kwabo noyena mntu uphantsi ebantwini.”