18 “‘Nalo ke iphupha endalibonayo mna Kumkani uNebhukadenetsare. Ngoko ke, wena Bheleteshatsare, ndichazele ukuba lithetha ukuthini, kuba zonke ezinye izilumko ebukumkanini bam azikwazanga kundichazela.+ Kodwa wena ungakwazi, kuba unomoya woothixo abangcwele.’