-
Daniyeli 4:23IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
23 “‘Yaye njengokuba ukumkani ebone unogada,* lowo ungcwele,+ esihla evela emazulwini, waza wathi: “Wugawuleni loo mthi niwutshabalalise, kodwa sishiyeni isikhondo neengcambu zaso, nisibophe ngentsimbi nangekopolo apho phakathi kwengca yasendle. Masimanziswe ngumbethe wezulu, size sahlulelane namarhamncwa ngengca de kugqithe amaxesha asixhenxe phezu kwaso.”+
-