32 yaye uza kugxothwa phakathi kwabantu, uhlale namarhamncwa. Uza kutyiswa ingca njengenkomo, yaye kuza kudlula amaxesha asixhenxe phezu kwakho, ude wazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu, yaye ubunika lowo athanda ukumnika bona.’”+