33 Ngoko nangoko yenzeka loo nto yayithethiwe kuNebhukadenetsare. Wagxothwa ebantwini, watya ingca njengenkomo, umzimba wakhe waba manzi ngumbethe wamazulu, zade iinwele zakhe zakhula zaba nde njengeentsiba zeenkozi, neenzipho zakhe zanjengezeentaka.+