Daniyeli 5:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko wasiwa uDaniyeli phambi kokumkani. Ukumkani wathi kuye: “Nguwe lo Daniyeli wakubathinjwa bakwaYuda,+ lowo utata wam ukumkani wamthatha kwaYuda?+ Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:13 IMboniselo(Efundwayo),10/2016, iphe. 14
13 Ngoko wasiwa uDaniyeli phambi kokumkani. Ukumkani wathi kuye: “Nguwe lo Daniyeli wakubathinjwa bakwaYuda,+ lowo utata wam ukumkani wamthatha kwaYuda?+