Daniyeli 5:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Wena ke, kumkani, Oyena Thixo Uphakamileyo wanika uNebhukadenetsare utata wakho ubukumkani nobukhulu nozuko nobungangamsha.+
18 Wena ke, kumkani, Oyena Thixo Uphakamileyo wanika uNebhukadenetsare utata wakho ubukumkani nobukhulu nozuko nobungangamsha.+