Daniyeli 5:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ngenxa yobukhulu awamnika bona, zazingcangcazela zimoyika zonke izizwana, iintlanga neelwimi.+ Wayembulala lowo athanda ukumbulala, amyeke aphile lowo afuna aphile, amphakamise lowo athanda ukumphakamisa, aze amthobe lowo athanda ukumthoba.+
19 Ngenxa yobukhulu awamnika bona, zazingcangcazela zimoyika zonke izizwana, iintlanga neelwimi.+ Wayembulala lowo athanda ukumbulala, amyeke aphile lowo afuna aphile, amphakamise lowo athanda ukumphakamisa, aze amthobe lowo athanda ukumthoba.+