IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 5:23
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 23 Uye waziphakamisa phambi kweNkosi yamazulu,+ wathi makulandwe izitya zendlu yayo.+ Emva koko, wena nezikhulu zakho, nabafazi bakho, nabafazi bakho bendlu yesibini,* niye nasela ngazo iwayini. Niye nadumisa oothixo begolide nesilivere, abekopolo, abentsimbi, abomthi nabamatye, thixo abo bangaboniyo, bangevayo nabangazi kwanto.+ Kodwa khange umzukise uThixo obusesandleni sakhe ubomi bakho+ nalowo zixhomekeke kuye zonke iindlela zakho.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share