4 Ngelo xesha amagosa aphakamileyo nabaphathiswa bamaphondo, azama ukufumana into anokumbambisa ngayo uDaniyeli ngemiba yaseburhulumenteni, kodwa akafumananga nto anokumbambisa ngayo okanye kunganyaniseki kuye, kuba wayethembekile, engumntu okhathalayo nongarhwaphiliziyo.