Daniyeli 6:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko nangoko athi kukumkani: “UDaniyeli, ongomnye wabathinjwa bakwaYuda,+ akanaxesha lakho kumkani, engakhathalelanga naloo mthetho wakho unyanzelisayo uwusayinileyo, kodwa uthandaza kathathu ngemini.”+
13 Ngoko nangoko athi kukumkani: “UDaniyeli, ongomnye wabathinjwa bakwaYuda,+ akanaxesha lakho kumkani, engakhathalelanga naloo mthetho wakho unyanzelisayo uwusayinileyo, kodwa uthandaza kathathu ngemini.”+