Daniyeli 6:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ekugqibeleni la madoda angena eliqela kukumkani, athi kuye: “Khumbula kaloku kumkani, ukuba umthetho wamaMedi namaPersi uthi nawuphi na umthetho onyanzelisayo ukumkani awubekileyo awunakutshintshwa.”+
15 Ekugqibeleni la madoda angena eliqela kukumkani, athi kuye: “Khumbula kaloku kumkani, ukuba umthetho wamaMedi namaPersi uthi nawuphi na umthetho onyanzelisayo ukumkani awubekileyo awunakutshintshwa.”+