Daniyeli 6:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ngoko ke ukumkani wakhupha umyalelo, baza bamzisa uDaniyeli, bamphosa emngxunyeni weengonyama.+ Ukumkani wathi kuDaniyeli: “UThixo oqhubeka umkhonza, uza kukusindisa.”
16 Ngoko ke ukumkani wakhupha umyalelo, baza bamzisa uDaniyeli, bamphosa emngxunyeni weengonyama.+ Ukumkani wathi kuDaniyeli: “UThixo oqhubeka umkhonza, uza kukusindisa.”