Daniyeli 6:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Emva koko, ukumkani waya endlini yakhe waza akatya ngobo busuku. Zange afune konwatyiswa nangayiphi na indlela,* ibe wayengakwazi ukulala.*
18 Emva koko, ukumkani waya endlini yakhe waza akatya ngobo busuku. Zange afune konwatyiswa nangayiphi na indlela,* ibe wayengakwazi ukulala.*