Daniyeli 6:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 UThixo wam uthumele ingelosi yakhe, yayivala imilomo yeengonyama.+ Azindenzakalisanga+ kuba ndifunyaniswe ndingenatyala kuye; kungekho nto imbi ndiyenzileyo nakuwe kumkani.”
22 UThixo wam uthumele ingelosi yakhe, yayivala imilomo yeengonyama.+ Azindenzakalisanga+ kuba ndifunyaniswe ndingenatyala kuye; kungekho nto imbi ndiyenzileyo nakuwe kumkani.”