Daniyeli 6:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva koko, ukumkani wayalela ukuba kuziswe laa madoda ayetyhole uDaniyeli.* Wona noonyana bawo nabafazi bawo baphoswa kuloo mngxuma. Bathi besesemoyeni, zabaganga iingonyama, zawakrwamza onke amathambo abo.+
24 Emva koko, ukumkani wayalela ukuba kuziswe laa madoda ayetyhole uDaniyeli.* Wona noonyana bawo nabafazi bawo baphoswa kuloo mngxuma. Bathi besesemoyeni, zabaganga iingonyama, zawakrwamza onke amathambo abo.+