Daniyeli 7:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngonyaka wokuqala kaKumkani uBheleshatsare+ waseBhabhiloni, uDaniyeli waphupha iphupha waza wabona imibono ngoxa wayelele ebhedini yakhe.+ Walibhala phantsi elo phupha.+ Wazibhala phantsi zonke izinto ezenzekileyo kulo. Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:1 “Sonke ISibhalo”, iphe. 139, 140-141
7 Ngonyaka wokuqala kaKumkani uBheleshatsare+ waseBhabhiloni, uDaniyeli waphupha iphupha waza wabona imibono ngoxa wayelele ebhedini yakhe.+ Walibhala phantsi elo phupha.+ Wazibhala phantsi zonke izinto ezenzekileyo kulo.