Daniyeli 7:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Elokuqala lalinjengengonyama,+ linamaphiko okhozi.+ Ndisabukele njalo, asuka ancothulwa amaphiko alo yaye laphakanyiswa emhlabeni laza lamiswa ngeenyawo njengomntu, lanikwa nentliziyo yomntu.
4 “Elokuqala lalinjengengonyama,+ linamaphiko okhozi.+ Ndisabukele njalo, asuka ancothulwa amaphiko alo yaye laphakanyiswa emhlabeni laza lamiswa ngeenyawo njengomntu, lanikwa nentliziyo yomntu.