Daniyeli 7:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 “Ndithe ndisajongile, ndabona irhamncwa lesibini, elifana nebhere.+ Laliphakanyisiwe kwelinye icala, libambe ngamazinyo iimbambo ezintathu emlonyeni walo; yaye kwathiwa kulo, ‘Phakama, udle inyama eninzi.’+ Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:5 Vukani!,2/2011, iphe. 17
5 “Ndithe ndisajongile, ndabona irhamncwa lesibini, elifana nebhere.+ Laliphakanyisiwe kwelinye icala, libambe ngamazinyo iimbambo ezintathu emlonyeni walo; yaye kwathiwa kulo, ‘Phakama, udle inyama eninzi.’+