Daniyeli 7:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Phambi kwakhe kwakuphuma umsinga womlilo.+ Kwakukho amawaka aliwaka awayelungiselela phambi kwakhe, neshumi lamawaka eliphindwe ngeshumi lamawaka elalimi phambi kwakhe.+ Yahlala phantsi iNkundla,+ kwavulwa iincwadi. Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:10 IMboniselo(Kawonke-wonke),No. 6 2016 iphe. 5-6 IMboniselo,10/1/2012, iphe. 18
10 Phambi kwakhe kwakuphuma umsinga womlilo.+ Kwakukho amawaka aliwaka awayelungiselela phambi kwakhe, neshumi lamawaka eliphindwe ngeshumi lamawaka elalimi phambi kwakhe.+ Yahlala phantsi iNkundla,+ kwavulwa iincwadi.