Daniyeli 7:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 “Ndaqhubeka ndibukele ngenxa yamazwi ekratshi* ayethethwa lolu phondo.+ Ndabukela lada labulawa irhamncwa, nomzimba walo watshatyalaliswa waza watshiswa ngomlilo.
11 “Ndaqhubeka ndibukele ngenxa yamazwi ekratshi* ayethethwa lolu phondo.+ Ndabukela lada labulawa irhamncwa, nomzimba walo watshatyalaliswa waza watshiswa ngomlilo.