Daniyeli 7:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kodwa wona amanye amarhamncwa,+ ahluthwa amagunya awo okulawula, baza bongezwa ubomi bawo okwethutyana.
12 Kodwa wona amanye amarhamncwa,+ ahluthwa amagunya awo okulawula, baza bongezwa ubomi bawo okwethutyana.