Daniyeli 7:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Wanikwa ulawulo,+ uzuko+ nobukumkani, ukuze akhonzwe ngabo bonke abantu, iintlanga neelwimi.+ Ulawulo lwakhe luza kuhlala ngonaphakade yaye aluzukuphela, nobukumkani* bakhe abuzukutshatyalaliswa.+ Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:14 IMboniselo,12/1/2005, iphe. 23
14 Wanikwa ulawulo,+ uzuko+ nobukumkani, ukuze akhonzwe ngabo bonke abantu, iintlanga neelwimi.+ Ulawulo lwakhe luza kuhlala ngonaphakade yaye aluzukuphela, nobukumkani* bakhe abuzukutshatyalaliswa.+