Daniyeli 7:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ndandifuna ukwazi nangeempondo ezilishumi+ ezazikwintloko yalo, nangolunye uphondo olwavelayo kwaza kwawa ezintathu phambi kwalo.+ Ndandifuna ukwazi ngolu phondo lunamehlo nomlomo onekratshi,* nolwalubonakala lulukhulu kunamanye.
20 Ndandifuna ukwazi nangeempondo ezilishumi+ ezazikwintloko yalo, nangolunye uphondo olwavelayo kwaza kwawa ezintathu phambi kwalo.+ Ndandifuna ukwazi ngolu phondo lunamehlo nomlomo onekratshi,* nolwalubonakala lulukhulu kunamanye.