Daniyeli 7:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Zona ke iimpondo ezilishumi, ngookumkani abalishumi abaza kuvela kobo bukumkani;* yaye kuza kuvela omnye emva kwabo. Uza kwahluka kwaba bokuqala, yaye uza kuhlazisa ookumkani abathathu.+
24 Zona ke iimpondo ezilishumi, ngookumkani abalishumi abaza kuvela kobo bukumkani;* yaye kuza kuvela omnye emva kwabo. Uza kwahluka kwaba bokuqala, yaye uza kuhlazisa ookumkani abathathu.+