Daniyeli 7:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Uza kuthetha amazwi amdelelayo Oyena Uphakamileyo,+ aze aqhubeke ebaphatha kakubi abangcwele baLowo Uphakamileyo. Uza kuzimisela ukutshintsha amaxesha nomthetho, baze banikelwe kuye kangangexesha, amaxesha nehafu yexesha.*+
25 Uza kuthetha amazwi amdelelayo Oyena Uphakamileyo,+ aze aqhubeke ebaphatha kakubi abangcwele baLowo Uphakamileyo. Uza kuzimisela ukutshintsha amaxesha nomthetho, baze banikelwe kuye kangangexesha, amaxesha nehafu yexesha.*+