Daniyeli 7:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 “‘Baza ke ubukumkani,* ulawulo nobukhulu bezizwe eziphantsi kwamazulu, banikwa abangcwele baLowo Uphakamileyo.+ Ubukumkani* babo bubukumkani obuhlala ngonaphakade,+ yaye bonke abalawuli baza kubakhonza baze babathobele.’ Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:27 IMboniselo,1/15/2005, iphe. 16
27 “‘Baza ke ubukumkani,* ulawulo nobukhulu bezizwe eziphantsi kwamazulu, banikwa abangcwele baLowo Uphakamileyo.+ Ubukumkani* babo bubukumkani obuhlala ngonaphakade,+ yaye bonke abalawuli baza kubakhonza baze babathobele.’