7 Ndayibona isondela kwinkunzi yegusha, yayihlasela ngenkohlakalo. Yayihlaba yazaphula zombini iimpondo zayo, yaza loo nkunzi yegusha ayabi namandla okulwa nayo. Yayikhahlela phantsi inkunzi yegusha, yayinyathela, yaye kwakungekho mntu unokuyisindisa emandleni ayo.