13 Emva koko, ndeva ongcwele ethetha, waza omnye ongcwele wathi kulowo wayethetha: “Uza kuqhubeka usenzeka ixesha elingakanani lo mbono wokupheliswa kombingelelo owenziwa rhoqo, nowesono esitshabalalisayo,+ nowokunyathelwa kwendawo engcwele nomkhosi?”