Daniyeli 8:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ngoxa esathetha ndalala yoyi ngobuso emhlabeni. Ngoko wandichukumisa waza wandimisa kulaa ndawo ndandikade ndimi kuyo.+
18 Ngoxa esathetha ndalala yoyi ngobuso emhlabeni. Ngoko wandichukumisa waza wandimisa kulaa ndawo ndandikade ndimi kuyo.+