Daniyeli 8:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Iimpondo ezine ezavela endaweni yophondo olwaphulwayo,+ zimela izizwe ezine eziza kuvela kuhlanga lwakhe, kodwa amandla azo aza kuba ngaphantsi kwawakhe. Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:22 IMboniselo,6/15/2012, iphe. 10-11
22 Iimpondo ezine ezavela endaweni yophondo olwaphulwayo,+ zimela izizwe ezine eziza kuvela kuhlanga lwakhe, kodwa amandla azo aza kuba ngaphantsi kwawakhe.