Daniyeli 8:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 “Yaye ekupheleni kobukumkani* bazo, xa kanye aboni beqatsela, kuza kuma ukumkani obonakala endlongondlongo noziqondayo izafobe.*
23 “Yaye ekupheleni kobukumkani* bazo, xa kanye aboni beqatsela, kuza kuma ukumkani obonakala endlongondlongo noziqondayo izafobe.*