Daniyeli 8:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Uza komelela nyhani yena, kodwa kungengamandla akhe. Uza kwenza umonakalo omkhulu kakhulu, kwaye uza kuphumelela kuyo yonke into ayenzayo. Uza kubatshabalalisa abo banamandla, kwanabo bangcwele.+ Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:24 IMboniselo,6/15/2012, iphe. 16
24 Uza komelela nyhani yena, kodwa kungengamandla akhe. Uza kwenza umonakalo omkhulu kakhulu, kwaye uza kuphumelela kuyo yonke into ayenzayo. Uza kubatshabalalisa abo banamandla, kwanabo bangcwele.+