Daniyeli 8:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kuba enamaqhinga, uza kuphumelela ngokuxoka; yaye uza kuzikhukhumalisa entliziyweni yakhe; ibe xa kanye abantu bezibona bekhuselekile,* uza kutshabalalisa abaninzi. Uza kude alwe neNkosana yeenkosana, kodwa uza kwaphulwa kungengasandla samntu. Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:25 IMboniselo,9/1/2007, iphe. 20
25 Kuba enamaqhinga, uza kuphumelela ngokuxoka; yaye uza kuzikhukhumalisa entliziyweni yakhe; ibe xa kanye abantu bezibona bekhuselekile,* uza kutshabalalisa abaninzi. Uza kude alwe neNkosana yeenkosana, kodwa uza kwaphulwa kungengasandla samntu.