Daniyeli 8:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Mna ke, Daniyeli, ndaphelelwa ngamandla kwaza kwadlula iintsuku ezimbalwa ndigula.+ Emva koko ndavuka ndenza umsebenzi endandiwuphathiswe ngukumkani;+ kodwa ndaba ndindisholo ngenxa yaloo mbono, ekungekho mntu unokuwuqonda.+
27 Mna ke, Daniyeli, ndaphelelwa ngamandla kwaza kwadlula iintsuku ezimbalwa ndigula.+ Emva koko ndavuka ndenza umsebenzi endandiwuphathiswe ngukumkani;+ kodwa ndaba ndindisholo ngenxa yaloo mbono, ekungekho mntu unokuwuqonda.+