Daniyeli 9:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 kanye ngaloo nyaka, mna Daniyeli, ndafunda iincwadi* ndaza ndaqonda inani leminyaka yokutshatyalaliswa kweYerusalem,+ uYehova awalixelela umprofeti uYeremiya, oko kukuthi iminyaka eyi-70.+ Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:2 IMboniselo (Efundwayo),10/2016, iphe. 14 IMboniselo,1/1/2011, iphe. 22 6/1/2007, iphe. 22
2 kanye ngaloo nyaka, mna Daniyeli, ndafunda iincwadi* ndaza ndaqonda inani leminyaka yokutshatyalaliswa kweYerusalem,+ uYehova awalixelela umprofeti uYeremiya, oko kukuthi iminyaka eyi-70.+