Daniyeli 9:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 ewe ndithe ndisathandaza njalo, kwathi gqi indoda enguGabriyeli,+ leya ndandiyibone embonweni ngaphambili,+ yeza kum ndidinwe ndiyimfe. Ifike kum malunga nexesha lokwenziwa kweminikelo yangokuhlwa esisipho. Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:21 IMboniselo,9/1/2007, iphe. 20
21 ewe ndithe ndisathandaza njalo, kwathi gqi indoda enguGabriyeli,+ leya ndandiyibone embonweni ngaphambili,+ yeza kum ndidinwe ndiyimfe. Ifike kum malunga nexesha lokwenziwa kweminikelo yangokuhlwa esisipho.