Daniyeli 10:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngonyaka wesithathu kaKumkani uKoreshi+ wasePersi, uDaniyeli ogama linguBheleteshatsare,+ wafumana umyalezo. Lo myalezo wawuyinyaniso, ibe wawuthetha ngomlo omkhulu. Wawuqonda lo myalezo, wawuqonda nombono awawubonayo. Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:1 “Sonke ISibhalo”, iphe. 138, 141
10 Ngonyaka wesithathu kaKumkani uKoreshi+ wasePersi, uDaniyeli ogama linguBheleteshatsare,+ wafumana umyalezo. Lo myalezo wawuyinyaniso, ibe wawuthetha ngomlo omkhulu. Wawuqonda lo myalezo, wawuqonda nombono awawubonayo.