Daniyeli 10:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Lo mbono ke wabonwa ndim ndedwa, mna Daniyeli. Amadoda awayekunye nam awazange awubone.+ Asuka aphakuzela, aza abaleka ayokuzifihla.
7 Lo mbono ke wabonwa ndim ndedwa, mna Daniyeli. Amadoda awayekunye nam awazange awubone.+ Asuka aphakuzela, aza abaleka ayokuzifihla.