Daniyeli 10:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Yathi kum: “Daniyeli, wena ndoda exabiseke kakhulu,*+ mamelisisa la mazwi ndiza kukuxelela wona. Sukuma, yima ngeenyawo, kuba ndithunywe kuwe.” Ithe yakutsho ndaphakama, ndingcangcazela.
11 Yathi kum: “Daniyeli, wena ndoda exabiseke kakhulu,*+ mamelisisa la mazwi ndiza kukuxelela wona. Sukuma, yima ngeenyawo, kuba ndithunywe kuwe.” Ithe yakutsho ndaphakama, ndingcangcazela.