Daniyeli 10:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Emva koko, uthile ofana nomntu wachukumisa imilebe yam,+ ndaza ndawuvula umlomo wam ndathi kulowo wayemi phambi kwam: “Nkosi yam, lo mbono unditsho ndatyhwatyhwa, ndaphelelwa ngamandla.+
16 Emva koko, uthile ofana nomntu wachukumisa imilebe yam,+ ndaza ndawuvula umlomo wam ndathi kulowo wayemi phambi kwam: “Nkosi yam, lo mbono unditsho ndatyhwatyhwa, ndaphelelwa ngamandla.+