Daniyeli 10:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Wathi kum: “Sukoyika,+ ndoda exabiseke kakhulu.*+ Kwanga ungaba noxolo.+ Yomelela, ewe, yomelela.” Njengoko wayethetha nam, ndomelela ndaza ekugqibeleni ndathi: “Ungathetha nkosi yam kuba undomelezile.”
19 Wathi kum: “Sukoyika,+ ndoda exabiseke kakhulu.*+ Kwanga ungaba noxolo.+ Yomelela, ewe, yomelela.” Njengoko wayethetha nam, ndomelela ndaza ekugqibeleni ndathi: “Ungathetha nkosi yam kuba undomelezile.”