Daniyeli 10:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ngoko wathi: “Uyayazi na ukuba kutheni ndize kuwe? Ngoku ndiyajika ndiyokulwa nenkosana yasePersi.+ Xa ndisimka inkosana yaseGrisi nayo iza kuza kum.
20 Ngoko wathi: “Uyayazi na ukuba kutheni ndize kuwe? Ngoku ndiyajika ndiyokulwa nenkosana yasePersi.+ Xa ndisimka inkosana yaseGrisi nayo iza kuza kum.