Daniyeli 11:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Le nto ndiza kukuxelela yona ngoku yinyaniso: “Jonga! Kuseza kuma* ookumkani abathathu abamela iPersi, yaye owesine uza kubodlula bonke abanye ngobutyebi. Xa ke esomelela ngenxa yobutyebi bakhe, uza kuvusa yonke into ilwe nobukumkani* baseGrisi.+ Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:2 Incwadi Yentlanganiso Yobomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela,10/2017, iphe. 4
2 Le nto ndiza kukuxelela yona ngoku yinyaniso: “Jonga! Kuseza kuma* ookumkani abathathu abamela iPersi, yaye owesine uza kubodlula bonke abanye ngobutyebi. Xa ke esomelela ngenxa yobutyebi bakhe, uza kuvusa yonke into ilwe nobukumkani* baseGrisi.+