Daniyeli 11:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kodwa akuma, ubukumkani* bakhe buza kwaphulwa buze buthiwe saa emhlabeni wonke.+ Abuzukunikwa inzala yakhe, kodwa buza kunikwa abanye. Abazukulawula ngamandla amakhulu njengaye, kuba ubukumkani* bakhe buza kuncothulwa. Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:4 Incwadi Yentlanganiso Yobomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela,10/2017, iphe. 4
4 Kodwa akuma, ubukumkani* bakhe buza kwaphulwa buze buthiwe saa emhlabeni wonke.+ Abuzukunikwa inzala yakhe, kodwa buza kunikwa abanye. Abazukulawula ngamandla amakhulu njengaye, kuba ubukumkani* bakhe buza kuncothulwa.