Daniyeli 11:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Abo banokuqonda+ phakathi kwabantu, baza kwenza abaninzi baqonde. Kodwa ke kangangeentsuku ezithile baza kuba zizisulu zekrele, namadangatye, nokuthinjwa, nokoxuthelwa izinto zabo.
33 Abo banokuqonda+ phakathi kwabantu, baza kwenza abaninzi baqonde. Kodwa ke kangangeentsuku ezithile baza kuba zizisulu zekrele, namadangatye, nokuthinjwa, nokoxuthelwa izinto zabo.