Daniyeli 12:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Abantu abaninzi kwabo bafayo* baza kuvuka. Abanye baza kuvuka baze baphile ubomi ngonaphakade. Abanye baza kuvukela kubomi behlazo nakwilishwa likanaphakade.
2 Abantu abaninzi kwabo bafayo* baza kuvuka. Abanye baza kuvuka baze baphile ubomi ngonaphakade. Abanye baza kuvukela kubomi behlazo nakwilishwa likanaphakade.