Hoseya 2:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ndiza kuyitshabalalisa imithi yakhe yeediliya nemithi yakhe yamafiya,* athe ngayo: “Zindibhatale ngayo izithandwa zam.”Ndiza kuyijika ibe lihlathi,Yaye iza kuqwengwa zizilwanyana zasendle.
12 Ndiza kuyitshabalalisa imithi yakhe yeediliya nemithi yakhe yamafiya,* athe ngayo: “Zindibhatale ngayo izithandwa zam.”Ndiza kuyijika ibe lihlathi,Yaye iza kuqwengwa zizilwanyana zasendle.